msgid ""
msgstr ""
"X-Domain: core\n"

msgid "Cookies may be disabled in the web browser."
msgstr "Iikhuki zisenokwenziwa zingasebenzi kwibhrawuza yewebhu."

msgid "One or more of the attributes supplied by your identity provider did not contain the expected number of values."
msgstr "Uphawu olunye okanye olungakumbi olunikelwe ngumboonelei wesazisi sakho aluqulethanga inani lamaxabiso alindelekileyo."

msgid "Opened the web browser with tabs saved from the previous session."
msgstr "Kuvulwe ibhrawuza yewebhu ngeethebhu eziseyivwe kwiseshoni edlulileyo."

msgid "Retry"
msgstr "Zama kwakhona"

msgid "This error may be caused by:"
msgstr "Le mpazamo isenokuba ibangelwe:"

msgid "Using the back and forward buttons in the web browser."
msgstr "Ukusebenzisa amaqhosha okuya emva naphambili kwibhrawuza yewebhu."
